Indlela uluntu olujongise ngayo ekutyeni nasemanzini

Umbutho wabasetyhini owaqala isitiya semifuno uphuhlisa ilali yawo kwaye wakha unxibelelwano phakathi kwabantu abacinga ngokufanayo emaphandleni eMpuma Koloni.